DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UISAYA 35:8

Apho ke kothi tyaba uhola;
leyo ke kothiwa yindlela yobungcwele
ekungekho namoni woze athi cakatha kuyo,
nasiyatha solahlekisa mntu kuyo.
UISAYA 35:8 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Kaloku bonke bonile; bayalabalaba kubuqaqawuli ababulungiselelwe nguThixo. Kanti ke uThixo uyabababala abantu; ubenzela isisa: nangona bengafanelanga ubagwebela ngaye uYesu Krestu obakhululayo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Khaniqwalasele iintaka. Azihlwayeli, azivuni, azigcini siseleni, kanti uYihlo osezulwini uyazondla. Ke, kungakanani na ukuxabiseka kwenu kunazo!Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela