
- Utsho uNdikhoyo ukuthi:
“Yimani eziphambukeni nikhangele,
nibuzise ngomendo wamandulo,
niqonde ukuba yiyiphi na indlela eyiyona-yona,
nihambe ngayo ke,
ukuze nifumane inzolo emphefumlweni.
Ke nina nathi: ‘Asiyi kuhamba ngayo!’”
Izihloko ezinxulumeneyo
Phumla
Yizani kum, nina nonke...
Umphefumlo
Niya kuthi ke nakumfuna...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku yena ubenze bahlala besulungekile ngomnikelo omnye qha abo banyuliweyo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Masitsho singenadyudyu ke sithi:“YiNkosi umncedi wam, andiyi koyika nto!
Angandenza ntoni umntu?”Ivesi elandelayo!