- Ndiyanixelela ukuba ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo ezulwini nangomoni omnye oguqukayo kunamashumi alithoba anethoba lamalungisa angaswelanga nguquko.
- Ngokunjalo ndithi kuni kuya kubakho uvuyo kwizithunywa zikaThixo ngomoni omnye oguqukayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!
