
- Kaloku nguwuphi na kuni othi, efuna ukwakha inqaba, angàthi kuqala ahlale phantsi, abale indleko, ethelekelela ukuba unazo na izinto zokuyigqiba?
Izihloko ezinxulumeneyo
Ityala
Izikrelemnqa ziboleka zingabuyisi, ke...
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waza uYesu wabakhangela wathi: “Abantu bona abanako ukuyenza le nto, kodwa yena uThixo unako ukuzenza zonke izinto.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mbonge uNdikhoyo, moya wam!Mandimbonge uNdikhoyo ngomxhelo wam wonke!Ivesi elandelayo!