- UYesu wathi: “Bawo, baxolele, kuba abayazi into abayenzayo.”
Baza benza amaqashiso, besabelana ngeengubo zakhe. - Wadanduluka ke uYesu ngezwi elikhulu, wathi: “Bawo, ndiyawunikela ezandleni zakho umoya wam!” Akuba etshilo, waphuma umphefumlo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umntu ongenasifuba uyazidiza iimfihlelo;kambe ke yena othembekileyo uyaligcina ihlebo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo,akulondoloze.
Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo,
usixhamle isisa sakhe.
Wanga angakwazelelela uNdikhoyo,
akwambathise uxolo.Ivesi elandelayo!
