- Wathatha isonka ke, wabulela, wasiqhekeza, wabanika esithi: “Ngumzimba wam lo onikelwa ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.”
- Bakugqiba ukutya wayithatha kwangokunjalo nendebe, wathi: “Le ndebe ingumnqophiso omtsha osungulwa kukuphalala kwegazi lam.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Isonka
Wathi kubo uYesu: “Ndim...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Isiselo somdiliya
Hayi ke, yitya isonka...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waza uYesu wabakhangela wathi: “Abantu bona abanako ukuyenza le nto, kodwa yena uThixo unako ukuzenza zonke izinto.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.Ivesi elandelayo!
