UYesu ke waphuma nabafundi bakhe, wabasa ngaseBhetani; waza waphakamisa izandla zakhe, wabasikelela. Kwathi esabasikelela, wahlukana nabo, wanyuswa wasiwa ezulwini.

Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Ukunyuka
Akuba etshilo uYesu, wanyuselwa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Zihlobo, musan' ukusuka nikhokelwe nje nanguwuphi na umoya. Wonke umoya wuvavanyeni, nikhangele ukuba ngaba uvela kuThixo na. Kaloku baninzi abashumayeli abanefuthe lobuxoki abajikeleza elizweni.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onomonde uba nengqiqo;kambe ke yena ocaphuka msinya usuka enze ubudenge.Ivesi elandelayo!