Wahambisa wathi: “Zizenzo eziphuma entliziyweni yomntu ezimngcolisayo. Kaloku zivela ngaphakathi entliziyweni yomntu iingcamango ezimbi. Kulapho kuvela khona ubuhenyu, ubusela, ukubulala, ukukrexeza, ukunyoluka, inkohlakalo, inkohliso, ukurheletya, umona, ukunyelisa uThixo, ikratshi, ububhanxa. Zonke ezi zinto zikhohlakeleyo ziphuma entliziyweni yomntu, zize zimngcolise.”

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Umsindo
Xa nicaphukile, umsindo mawunganiqweqwediseli...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ikratshi
Umntu ozigwagwisayo uyakhawuleza ukuhlazeka...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Makathi ntshoo phambili amehlo akho,neenkophe zamehlo akho zithi ngqo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!