Weza uPetros kuYesu, wabuza esithi: “Nkosi, koda kube kangaphi na uwethu endona ndimxolela? Ngaba koba kasixhenxe na?” UYesu wathi kuye: “Hayi, akuyi kuba kasixhenxe, kuya kuba ngamashumi asixhenxe aphindwe kasixhenxe.”

Izihloko ezinxulumeneyo
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Ummelwane
Owesibini ke ngulo: ‘Uze...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Inceba
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Masingadinwa ke kukwenza okulungileyo. Kuba xa sizingisa, lode lifike ixesha lokuvuna.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umnyangi wabantliziyo zenzakeleyo,ewe, umbophi wamanxeba abo.Ivesi elandelayo!