Ukuba ke kuthiwa kuni: ‘Nankuya entlango,’ ze ningayi; nokuba kuthiwa: ‘Nankuya endlwini,’ ze ningakwamkeli oko; kuba ukufika koNyana woLuntu kuya kuba njengombane omenyezela empumalanga, ubonakale kude kuse entshonalanga.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Apho kungekho kucebisana izicwangciso ziyabhanga,kanti ke apho kukho abacebisi abaninzi ziyaphumelela.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!