
- Yaza yathi kuso inkosi yaso: ‘Ngxatsho ke, sicaka sam esilungileyo, esithembekileyo! Ubuthembekile kwizinto ezimbalwa; ndiya kukuphathisa izinto ezininzi. Ngena uchwayite kunye nenkosi yakho.’
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Busesandleni sikaNdikhoyo ubutyebi nobuhlwempu,ngokunjalo ukuphakanyiswa nokuthotywa.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!