Yaza yathi kuso inkosi yaso: ‘Ngxatsho ke, sicaka sam esilungileyo, esithembekileyo! Ubuthembekile kwizinto ezimbalwa; ndiya kukuphathisa izinto ezininzi. Ngena uchwayite kunye nenkosi yakho.’

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Lo unika obu bungqina uthi: “Nanjani na ndiza kufika ngokukhawuleza!”Makube njalo! Yiza, Nkosi Yesu!
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kambe ke bona abakholosa ngoNdikhoyobosuka bahlaziyeke bomelele.
Bosuka bantinge baxel' ukhozi;
noba sebebaleka, soze badinwe;
ewe, baya kuhamba bangaze batyhafe.Ivesi elandelayo!