Isithunywa sathi kubafazi abo: “Sanukoyika nina. Ndiyazi ukuba nifuna uYesu obebethelelwe emnqamlezweni. Akakho apha. Uvukile, njengoko watshoyo. Yizani apha, niyibone indawo awayekuyo.”

Izihloko ezinxulumeneyo
UMsindisi
Lunje ke olu thando...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Celani nophiwa, funani nofumana, nkqonkqozani novulelwa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakunika umnqweno wentliziyo yakho,aziphumelelise zonk' iinquleqhu zakho.Ivesi elandelayo!