- Isithunywa sathi kubafazi abo: “Sanukoyika nina. Ndiyazi ukuba nifuna uYesu obebethelelwe emnqamlezweni. Akakho apha. Uvukile, njengoko watshoyo. Yizani apha, niyibone indawo awayekuyo.”
- Ke ngoko hambani niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptize egameni loYise, neloNyana, neloMoya oyiNgcwele; nibafundisa ukuba bazenze zonke izinto endiniyalele ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli.
Izihloko ezinxulumeneyo
UMsindisi
Lunje ke olu thando...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kuthi mnye uThixo. Yena nguThixo uYise owadala izinto zonke, esikholo yena thina. Inye kuthi neNkosi. Yona nguYesu Krestu, ezabakho ngaye zonke izinto, esikho ngaye nathi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.Ivesi elandelayo!
