- Amhluba izambatho uYesu, amambathisa ezibomvu, athi, eluke isithsaba sameva, amthi jize ngaso entloko, amphathisa ingcongolo ngesandla sokunene, aza aqubuda phambi kwakhe, ahlekisa ngaye, esithi: “Aa, kumkani wamaJuda!”
- Ngasentla kwentloko yakhe abeka ityala lakhe, kubhalwe kwathiwa: “Lo nguYesu uKumkani wamaJuda.”
Izihloko ezinxulumeneyo
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ukubandezeleka
Kodwa ke, emva kwezo...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke uThixo, imbangi yoxolo, uya kumnyhasha kamsinya uSathana phantsi kweenyawo zenu.Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu malube nani.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mfo wam, yithobele imimiselo oyinikwa nguyihlo,ungazityesheli neziluleko zikanyoko.Ivesi elandelayo!
