
- Mayibe ndim kuphela osentliziywemi yakho oku komsesane wokutywina;
ewe, mandibe ngumsesane wokutywina engalweni yakho.
Lent' uthando lunamandla nqwa nokufa;
ikhwele lalo aliqheliseli oku kwengcwaba.
Ludangazela ngathi lidangatye,
luvuthe ngathi ngumlilokazi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba niyazithoba kuye uThixo, uya kuniphakamisa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!