- Awumhle ngako, sithandwa sam!
Umhle ngenene, awunasiphako! - Mayibe ndim kuphela osentliziywemi yakho oku komsesane wokutywina;
ewe, mandibe ngumsesane wokutywina engalweni yakho.
Lent' uthando lunamandla nqwa nokufa;
ikhwele lalo aliqheliseli oku kwengcwaba.
Ludangazela ngathi lidangatye,
luvuthe ngathi ngumlilokazi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubuhle
Awumhle ngako, sithandwa sam!...
Ubudlelwane
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini...
Umtshato
Umntu ofumene umfazi uzuze...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo,yaye ke yena uya kuziphumelelisa izicwangciso zakho.Ivesi elandelayo!
