Uya kuthi ke akufika ababonise abantu beli hlabathi into esiyiyo isono sabo, into obuyiyo ubulungisa babo, nento okuyiyo ukugwetywa.

Izihloko ezinxulumeneyo
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
Umlamli
Kaloku mnye uThixo, ukwamnye...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Thina singabancedisanayo emsebenzini kaThixo; intsimi kaThixo ke nini.Ngenye indlela nisisakhiwo sikaThixo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu osifihlayo isono sakhe akabi nampumelelo;kambe ke yena osivumayo, ahlukane naso, wenzelwa inceba.Ivesi elandelayo!