Ziphatheni njengabantu abakhululekileyo. Kambe ke inkululeko leyo mayingabi lokhusi lokungcola; koko ziphatheni njengezicaka zikaThixo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Inkululeko
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Ubukhoboka
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Masitsho singenadyudyu ke sithi:“YiNkosi umncedi wam, andiyi koyika nto!
Angandenza ntoni umntu?”Ivesi elandelayo!