- Kaloku mnye uThixo, ukwamnye nalowo ungumxolelanisi kaThixo nomntu. NguKrestu Yesu ongumntu ncakasana.
- Abafazi bona mabandileke, banxibe ngesidima, bathozame; iinwele bangazihombisi ngokugqithisileyo. Mabangayokozeli ngamaso egolide, nawamatye exabiso, bawunduzelise ngeelokhwe zeendleko. Ndaweni yaloo nto mababe nemisebenzi emihle efanele amakhosikazi abanga igama lobuKrestu.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umlamli
Kaloku mnye uThixo, ukwamnye...
Ubuhle
Awumhle ngako, sithandwa sam!...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukuthanda izinto eziphathekayo
Kaloku zange size nanto...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Síthini na ke ngoko? Sóne na, kuba singekho phantsi kwawo umthetho, siphantsi kobabalo? Nakanye!Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kum uxabisekile ke kambe;yeka elo wonga, andikuthandi ngako!
Ndincam' izizwe ngenxa yakho;
ndinikezel' iintlanga, ndizuze wena.Ivesi elandelayo!
