
- Inkulu ngokungenambaliso imfihlelo yonqulo lwethu. Kaloku uKrestu Yesu:
Wavela ngesimo sobuntu
waza wangqinelwa nguMoya,
wabonwa zizithunywa zezulu.
Washunyayelwa ezizweni,
wamkelwa lihlabathi,
waza wawongwa ezulwini.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ukunyuka
Akuba etshilo uYesu, wanyuselwa...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku unako uThixo ukunipha nangaphezu kweemfuneko zenu, ukuze nisoloko nanele kwiimeko zonke, nibe nako ukuhlangabezana nayo yonke imisebenzi emihle.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!