- Bahlonele abahlolokazi; ndithetha abahlolokazi ngenene.
- Umntu ongazikhathaleleyo izizalwane zakhe, ingakumbi ezihlala naye, selelulahlile ukholo, ungcole ngaphezu kwabangakholwayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ummelwane
Owesibini ke ngulo: ‘Uze...
Uluntu
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Abahlolokazi
Bahlonele abahlolokazi; ndithetha abahlolokazi...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ubudlelwane
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini...
Abantwana
Waza uYesu wathi: “Bayekeni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndaweni yaloo nto yenzelanani ububele ninobulali, nixolelane, kwanjengokuba naye uThixo wanixolelayo ngoKrestu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba ungade ungadubuli umkhiwane,umdiliya ungabi nazo neziqhamo,
nokuba awungevelisi nto umnquma,
namasimi ngokwawo angabi nasivuno,
zingade zingabikho iigusha esibayeni,
nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo,
ewe, khona kungade kube njalo,
kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,
ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.Ivesi elandelayo!
