Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa, sivakale nesandi sexilongo likaThixo, ize iNkosi ngokwayo ihle ezulwini. Bothi abo bafa bemanywe noKrestu bavuke kuqala, nathi ke baya kuba besaphila ngelo xesha sixhwilwe sidibane nabo emafini, size sihlangane neNkosi esibhakabhakeni. Ke siya kuhlala neNkosi njalo-njalo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
NguNdikhoyo inqaba yokuzimela abacinezelwayo;nguye ikhusi ngamaxesha eembandezelo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena Thixo, unguThixo wam, ndithe swi nguwe.Umphefumlo wam uyakulangazelela.
Ndihlala ndizula-zula ndikufuna;
ndinxanele wena oku komhlaba obharhileyo.Ivesi elandelayo!