Siyazi kaloku ukuba xa ithe yachithwa le ndlu yalapha emhlabeni, sinesakhiwo asilungiselele sona uThixo, esisezulwini, esiya kuhlala sihleli.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ubutyebi bomntu abumsindisi kwingqumbo kaThixo;sisimo esisulungekileyo kuphela esimhlangulayo umntu ekufeni.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka?Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka?
Hayi bo! Mandikholose ngoThixo,
khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.Ivesi elandelayo!