Kaloku unako uThixo ukunipha nangaphezu kweemfuneko zenu, ukuze nisoloko nanele kwiimeko zonke, nibe nako ukuhlangabezana nayo yonke imisebenzi emihle.
Izihloko ezinxulumeneyo
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Umsebenzi
Nayiphi na into eniyenzayo...
Ukwamkela
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ukupha
Elowo ke makanikele kangangoko...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngoku nisilahlileyo isimo esidala sanukuxokisana. Kaloku ngoku nambethe isimo esitsha, athe chu kuhle ukusihlaziya uThixo, ukuze sifuze yena mdali waso, nokuze nani nimazi ngokupheleleyo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye,kwabo bamfuna benyanisekile.Ivesi elandelayo!