
Ngoko ke sisondela singenaxhala kuThixo, sisazi ukuba uyasiphulaphula xa sicela silungele ukwenza loo nto athanda ukuba siyenze.
Izihloko ezinxulumeneyo
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ewe, ndiyazibika, Ndikhoyo; nguwe iNkosi yam;ngaphandle kwakho, Mhlekazi, andinabani.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!