
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,
soze ahlukane nayo naxa selekhulile.
soze ahlukane nayo naxa selekhulile.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Abantwana
Waza uYesu wathi: “Bayekeni...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!