
Ngubani loo Ngangalala yoKumkani?
NguNdikhoyo onamandla onke;
nguye uKumkani, nguye iNgangalala.
NguNdikhoyo onamandla onke;
nguye uKumkani, nguye iNgangalala.
Izihloko ezinxulumeneyo
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuvuma
Nawuphi na umntu ovumayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Zinikele eNkosini uYesu; uya kusindiswa wena nosapho lwakho.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu ophayo uba nenkqubela;ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.Ivesi elandelayo!