
UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Ngaloo mini ndikwenzayo oku bona baya kuba ngabantu bam abaxabisekileyo. Ndiya kuba nobubele kubo oku koyise onobubele kunyana wakhe osebenzisana kunye naye.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
“Ikhona na indawo efihlakeleyo apho umntu angazimela khona ukuze ndingamboni?”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
“Asindim na lowo ukho ngokupheleleyo ezulwini nasemhlabeni?”
Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.