
Banoyolo abo bazilahlela kuThixo, kuba balawulwa nguThixo bona!
Izihloko ezinxulumeneyo
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.