DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2025 Februwari 10

INdumiso 94:19 - XHO96
Xa ndandinxubile, ndixhalabile,
wandithuthuzela, wandonwabisa wena.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Hayi uyolo lwenu xa abantu bathe banithiya ngenxa yakhe uNyana woLuntu, benigxotha, beningcikiva, benihlamba okwabancanyiweyo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Kodwa ke into esingayiboniyo, esithembe ukuyifumana, siyilindela ngomonde.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela