DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2025 Matshi 9

UISAYA 64:8 - XHO96
Kambe ke, unguTata, wena Ndikhoyo.
Ke thina siludongwe;
wena ke ungumbumbi,
thina singumsebenzi wezandla zakho.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Masingadinwa ke kukwenza okulungileyo. Kuba xa sizingisa, lode lifike ixesha lokuvuna.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Anazi na ukuba abakhohlakeleyo abayi kubuxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo? Musani ukulahlekiswa: abarheletyi, nabakhonza izithixo, nabakrexezayo, nabafebayo, nabangamadoda alalanayo, nabangamasela, nababawayo, nabangamanxila, nabathukayo, nabazizikrelemnqa, abanakubuxhamla ubuncwane bokulawulwa nguThixo.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela