
Yathi ke yona kubo: “Musani ukumangaliseka. Nifuna uYesu umNazarete, owayebethelelwe emnqamlezweni. Uvukile; akakho apha. Nantsi indawo abebembeke kuyo.”
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba niyandithanda noyigcina imiyalelo yam.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!