
Isiseko sobulumko kukuthobela uNdikhoyo;
umntu omaziyo oyiNgcwele kanye uzuza ingqiqo.
umntu omaziyo oyiNgcwele kanye uzuza ingqiqo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ninoyolo nina xa bathe abantu baningcikiva ngenxa yam, benitshutshisa, bethetha zonke izinto ezikhohlakeleyo ngani bexoka.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!