
INkosi uYesu Krestu mayibe sisikrweqe senu, ningasilungiseleli isimo senu esonakeleyo ukuze nanelise iinkanuko zaso.
Izihloko ezinxulumeneyo
Iminqweno
Nantsi ke into endithetha...
Ukuba likhoboka
Ubani unokuthi: “Zonke izinto...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Uthembekile lo unibizayo; uya kuyenza yonke le nto.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek' umoya;ewe, uya kukwalusa ungachukunyiswa nto.
Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa,
xa uhambayo naxa ubuyayo,
kuqalela ngoku kude kube nini-nini.Ivesi elandelayo!