DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2026 Agasti 6

AMAVA ENGQONDI 11:5 - XHO96
Njengoko ungayazi indlela yomoya,
ungamazi nokuba wenziwa njani na umntu esizalweni sonina,
kananjalo soze ukuqonde nokusebenza kukaThixo onguMdali weento zonke.