DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

EKAJUDA 1:2

Ndithi: kuni makongame inceba, uxolo, nothando.
EKAJUDA 1:2 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Iintakana ezincinci azithengiswa zibe ntlanu na ngeesenti ezimbini? Kanti akukho nanye kuzo elityelweyo nguThixo. Kwaneenwele ezi zeentloko zenu zibaliwe zonke. Ke musani ukoyika: nixabisekile kuneentakana ezininzi nina.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Anikamboni nokumbona, kodwa niyamthanda. Niyakholwa nokukholwa kuye, naxa ningekamboni nje. Senizele naluchulumacho olungenakuchazwa, kuba seniyibona injongo yokholo lwenu; ndixela inkululeko yenu.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela