Izihloko ezinxulumeneyo
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Umtshato
Umntu ofumene umfazi uzuze...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Awu, Thixo, ndiyatarhuzisa!Ngenxa yezibele zothando lwakho,
nobubanzi benceba yakho, nceda uzicime iziphoso zam!
Ndihlambe ndahlukane nabo bonke ububi;
ndenze ndibe nyulu, ndingabi nasono!