Izihloko ezinxulumeneyo
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Umtshato
Umntu ofumene umfazi uzuze...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Egameni leNkosi yethu uYesu Krestu ndiyanibongoza, mawethu, ukuba nivane, nithethe nto-nye, kungabikho zimbambano phakathi kwenu. Manyanani nibe luqilima, nimxhelo mnye, ninazimvo zinye.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Waphendula ke esithi:“Ngaba umfazi angalulibala na usana lwakhe,
ade angavakalelwa ngowakhe umntwana?
Noba ke yena angade amlibale,
okokwam ke mna soze ndikufulathele,
kuba igama lakho ndilivambile,
ndilithe tyaba esandleni sam;
iindonga zakho zihlala zisemehlweni am.”Ivesi elandelayo!