Umntu osisityebi uyalilawula ihlwempu;
nalowo ubolekayo likhoboka lalowo ubolekisayo.
nalowo ubolekayo likhoboka lalowo ubolekisayo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ityala
Izikrelemnqa ziboleka zingabuyisi, ke...
Ubukhoboka
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Ubuhlwempu
UYesu wathi kuye: “Ukuba...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndaweni yaloo nto yenzelanani ububele ninobulali, nixolelane, kwanjengokuba naye uThixo wanixolelayo ngoKrestu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.Ivesi elandelayo!