
- Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengeni
oku kwesixeko esindonga ziwileyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuzibamba
Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengeni...
Iminqweno
Nantsi ke into endithetha...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!