- Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo.
- Lungekho ke ukholo akukho ukumkholisa uThixo. Kaloku wonke ubani ozayo kuye kufuneka akholwe ukuba ukho uThixo, yaye uyabavuza abo bamlangazelelayo.
- Ngokholo nkqu noSara owayengazali, naxa wayeselegugile nje, wafumana amandla, wakhawula, kuba wathemba ukuba uThixo lo uthembisileyo wosigcina isithembiso sakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukufuna
Nondifuna nindifumane, xa nindifuna...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nobutyebi obufihlwe entsimini, waza ubani wabubhaqa, wabugqumelela kwakhona, wathi, evuya kakhulu, waya kuthengisa konke anako, wayithenga loo ntsimi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu ophayo uba nenkqubela;ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.Ivesi elandelayo!
