Sikhululwe sazixolelwa izono zethu ngegazi likaKrestu. Siyaphuphuma kuthi isisa.

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
UMsindisi
Lunje ke olu thando...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Igazi
Wasihlangula egunyeni lobumnyama, waza...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UKrestu wasikhulula ukuze sibe ngabantu abakhululekileyo mpela! Ngoko ke yimani ngxishi ningahexi, ningavumi ukuphindela kwidyokhwe yobukhoboka.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Lungaziphatha kanjani ulutsha ukuze ihambo yalo ibe nyulu?Ngokuthobela ilizwi lakho.Ivesi elandelayo!