Wanga ke uThixo, osinika unyamezelo nenkuthazo, anganenza nibe moya mnye ngokwentando kaKrestu Yesu.

Izihloko ezinxulumeneyo
Uluntu
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Umonde
Umntu onomonde uba nengqiqo...
Umthuthuzeli
Makabongwe uThixo, uyise weNkosi...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Le miyalelo ndikunika yona namhlanje mayilawule bonke ubomi bakho. Uze uyibethelele ekufundiseni abantwana bakho, uthethe ngayo xa usekhaya, kanti noba useluhambeni, naxa ulalayo, ngokunjalo naxa uvukayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye,kwabo bamfuna benyanisekile.Ivesi elandelayo!