- Ke kaloku, mawethu, ndiyaniyala: balumkeleni abaxabanisayo nabakhubekisayo, besenza okuchaseneyo nemfundiso enayifundiswayo nina. Zikhwebuleni kubo.
- Ke uThixo, imbangi yoxolo, uya kumnyhasha kamsinya uSathana phantsi kweenyawo zenu.
Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu malube nani.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Uluntu
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Icawa
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngamandla akhe uThixo usenzele zonke izinto eziyimfuneko ebomini, ukuze siziphathe ngokwentando yakhe; nokuze sazane nalowo usibizileyo, khon' ukuze sibuxhamle ubuqaqawuli nesidima sakhe.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu uyalucwangcwisa uhambo lwakhe,kodwa nguNdikhoyo olawula ukunyathela kwakhe.Ivesi elandelayo!
