Izihloko ezinxulumeneyo
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukuvuna
Ke uThixo obonelela umhlwayeli...
Ukuba nesiqhamo
Hayi ithamsanqa lomntu othembela...
Isiselo somdiliya
Hayi ke, yitya isonka...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Anikamboni nokumbona, kodwa niyamthanda. Niyakholwa nokukholwa kuye, naxa ningekamboni nje. Senizele naluchulumacho olungenakuchazwa, kuba seniyibona injongo yokholo lwenu; ndixela inkululeko yenu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena Thixo, unguThixo wam, ndithe swi nguwe.Umphefumlo wam uyakulangazelela.
Ndihlala ndizula-zula ndikufuna;
ndinxanele wena oku komhlaba obharhileyo.Ivesi elandelayo!