- Noba sewucand' emanzini,
mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena. - Kum uxabisekile ke kambe;
yeka elo wonga, andikuthandi ngako!
Ndincam' izizwe ngenxa yakho;
ndinikezel' iintlanga, ndizuze wena.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Izithembiso
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ixabisekile
Kum uxabisekile ke kambe...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndim isonka esinobomi, esihlileyo sivela ezulwini. Ukuba ubani uthe wasitya esi sonka, wophila ngonaphakade. Isonka endiya kumnika sona ngumzimba wam, endiwunikelayo ukuze ihlabathi liphile.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umnyangi wabantliziyo zenzakeleyo,ewe, umbophi wamanxeba abo.Ivesi elandelayo!
