DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UISAYA 6:8

INkosi ke yadanduluka yathi: “Yaz'ba ndiya kuthuma bani na? Ngubani ongaba sisigidimi sethu?”
Ke mna ndiphendule ndathi: “Thuma mna; ndiyaya!”
UISAYA 6:8 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Qinani nibe nesibindi, nonke nina nithembele ngoNdikhoyo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Wathi kuye uYesu: “Oo, uthi: ‘Ukuba ndinako;’ – zonke izinto zinokwenzeka kokholwayo.”Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela