Ke yena umqokeleli-rhafu wayemi qelele, engathandi nokuwaphakamisela ezulwini amehlo akhe. Wayemana eziphothula izandla, esithi: ‘Thixo, yiba netarhu kum, mna moni.’

Izihloko ezinxulumeneyo
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo.Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.Ivesi elandelayo!