- Ke yena umqokeleli-rhafu wayemi qelele, engathandi nokuwaphakamisela ezulwini amehlo akhe. Wayemana eziphothula izandla, esithi: ‘Thixo, yiba netarhu kum, mna moni.’
- Waza uYesu wathi: “Oko aba umntu akunakwenzeka, kunokwenziwa nguThixo.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Imimangaliso
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Elokuphetha ndithi njengokuba nimanywe neNkosi nje, yomelelani nincedwa ngamandla ayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wathi kuyo uYesu: “Hamba uhambe; ukholo lwakho lukuphilisile.”Yabona ke kwangoko, yamlandela uYesu endleleni apho.Ivesi elandelayo!
